Samantha Rice
UMpungutye Qhinga wenza amaqhinga
Samantha Rice, Mdu Ntuli, Nahida Esmail, Margot Bertelsmann · 2021
על הספר
UMpungutye Qhinga, impungutye enobuqhophololo, wayethengisa iivatala. Ngenye imini waba noluvo olukrelekrele. Izilwanyana zazingonwabanga. Ziza kwenza ntoni ukuze zimfundise isifundo?
פרטי הספר
- שנה
- 2021
- שפה
- xho
- הוצאה
- BookDash
- מהדורות
- 1
- ISBN
- 9781928442257
מקור הנתונים: Wikidata
